Isaya 2:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Kuya kuthi ke ekupheleni kwemihla+ intaba yendlu+ kaYehova imiselwe ngokuqinileyo encotsheni yeentaba,+ ize ngokuqinisekileyo ivelele ngaphezu kweenduli;+ kwaye ziya kuba ngumsinga ukuya kuyo zonke iintlanga.+ Hezekile 40:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Emibonweni kaThixo wandizisa kwilizwe lakwaSirayeli waza wandibeka phantsi entabeni ephakame kakhulu,+ phezu kwayo kwakukho into enjengesakhiwo sesixeko ngasemzantsi.+ Mika 4:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Kuya kuthi ke ekupheleni kwemihla+ intaba+ yendlu+ kaYehova imiselwe ngokuqinileyo encotsheni yeentaba, yaye ngokuqinisekileyo iya kuphakanyiswa ngaphezu kweenduli;+ kwaye zonke izizwana zimele zibe ngumsinga ukuya kuyo.+
2 Kuya kuthi ke ekupheleni kwemihla+ intaba yendlu+ kaYehova imiselwe ngokuqinileyo encotsheni yeentaba,+ ize ngokuqinisekileyo ivelele ngaphezu kweenduli;+ kwaye ziya kuba ngumsinga ukuya kuyo zonke iintlanga.+
2 Emibonweni kaThixo wandizisa kwilizwe lakwaSirayeli waza wandibeka phantsi entabeni ephakame kakhulu,+ phezu kwayo kwakukho into enjengesakhiwo sesixeko ngasemzantsi.+
4 Kuya kuthi ke ekupheleni kwemihla+ intaba+ yendlu+ kaYehova imiselwe ngokuqinileyo encotsheni yeentaba, yaye ngokuqinisekileyo iya kuphakanyiswa ngaphezu kweenduli;+ kwaye zonke izizwana zimele zibe ngumsinga ukuya kuyo.+