IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Levitikus 26:31
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 31 Kwaye eneneni izixeko zenu ndiya kuzinikela ekreleni+ ndize ndiziphanzise iingcwele zenu,+ ndingaweva namavumba enu athozamisayo.+

  • Duteronomi 28:37
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 37 Uya kukhwankqisa,+ ube ngumzekelo+ nesingcikivo phakathi kwezizwana zonke aya kukuqhubela kuzo uYehova.

  • 1 Kumkani 9:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 nam ndiza kumnqumla uSirayeli phezu komhlaba endimnike wona;+ nendlu endiyingcwalisele igama lam ndiya kuyilahla phambi kwam,+ yaye uSirayeli uya kuba ngumzekelo+ nesingcikivo phakathi kwezizwana zonke.

  • Nehemiya 2:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Ekugqibeleni ndathi kubo: “Niyalibona ishwangusha esikulo, indlela iYerusalem ephanziswe ngayo namasango ayo atshiswe ngomlilo. Yizani sibuye silwakhe udonga lwaseYerusalem, ukuze singabi saba lungcikivo.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share