IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Nehemiya 1:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Ngako oko bathi kum: “Lawo ayesindile, awayesele ekuthinjweni, kwiphondo,+ akwishwangusha elikhulu+ nakungcikivo;+ yaye udonga+ lwaseYerusalem ludiliziwe, namasango+ ayo atshiswe ngomlilo.”

  • Yeremiya 24:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 ndiza kubanikela ukuba bangcangcazeliswe, babe yinto yentlekele, kuzo zonke izikumkani zomhlaba,+ babe lungcikivo+ nomzekelo, babe sisigculelo nesiqalekiso,+ kuzo zonke iindawo endiya kubasasazela kuzo.+

  • Hezekile 5:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 “‘Yaye ndiya kukwenza ube yindawo ephanzileyo nongcikivo ezintlangeni ezikujikelezileyo phambi kwamehlo abo bonke abadlulayo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share