IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 32:39
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 39 Bonani ke ngoku, ukuba mna ndinguye+

      Abakho oothixo abakunye nam.+

      Ndiyabulala, ndidlise ubomi.+

      Ndingxwelerha ngokuqatha,+ ndibuye ndiphilise,+

      Akakho ongakuxhwila okusesandleni sam.+

  • 1 Samuweli 2:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  6 UYehova unguMbulali noMlondolozi wobomi,+

      Owehlisela eShiyol,+ kwaYena uyanyusa.+

  • Roma 4:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 kanye njengoko kubhaliwe kwathiwa: “Ndikumisele ukuba ube nguyise weentlanga ezininzi.”)+ Oku kwakukwimbonakalo yaLowo wayenokholo kuye, uThixo kanye, owenza abafileyo baphile+ aze abize izinto ezingekhoyo ngokungathi bezikho.+

  • 2 Korinte 1:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Enyanisweni, savakalelwa kukuba sasifumene isigwebo sokufa. Oku kwakungenjongo yokuba singazithembi thina,+ kodwa sithembele kuTHIXO ovusa abafileyo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share