Isaya 66:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Kwaye ngokuqinisekileyo niya kubona, nentliziyo yenu iya kugcoba,+ namathambo enu+ aya kuhluma njengengca ethambileyo.+ Yaye isandla sikaYehova ngokuqinisekileyo siya kwaziswa kubakhonzi bakhe,+ kodwa okunene uya kuziqalekisa iintshaba zakhe.”+ ISityhilelo 11:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Emva kweentsuku+ ezintathu ezinesiqingatha umoya wobomi ovela kuThixo wangena kuwo,+ kwaye ema ngeenyawo zawo, baza abo bawabonayo bangenwa luloyiko olukhulu.
14 Kwaye ngokuqinisekileyo niya kubona, nentliziyo yenu iya kugcoba,+ namathambo enu+ aya kuhluma njengengca ethambileyo.+ Yaye isandla sikaYehova ngokuqinisekileyo siya kwaziswa kubakhonzi bakhe,+ kodwa okunene uya kuziqalekisa iintshaba zakhe.”+
11 Emva kweentsuku+ ezintathu ezinesiqingatha umoya wobomi ovela kuThixo wangena kuwo,+ kwaye ema ngeenyawo zawo, baza abo bawabonayo bangenwa luloyiko olukhulu.