Isaya 26:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 “Abafileyo bakho baya kuphila.+ Izidumbu zakowethu—ziya kuvuka.+ Vukani nize nimemelele ngovuyo, nina bahlala eluthulini!+ Kuba umbethe wenu+ unjengombethe wemifuno,+ nomhlaba uya kubangela bazalwe kwanabo bangenamandla ekufeni.+ Hoseya 14:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ndiya kufana nombethe kuSirayeli.+ Uya kutyatyamba njengenyibiba, yaye endelisele iingcambu zakhe njengeLebhanon.
19 “Abafileyo bakho baya kuphila.+ Izidumbu zakowethu—ziya kuvuka.+ Vukani nize nimemelele ngovuyo, nina bahlala eluthulini!+ Kuba umbethe wenu+ unjengombethe wemifuno,+ nomhlaba uya kubangela bazalwe kwanabo bangenamandla ekufeni.+
5 Ndiya kufana nombethe kuSirayeli.+ Uya kutyatyamba njengenyibiba, yaye endelisele iingcambu zakhe njengeLebhanon.