Hezekile 34:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Nam, mna Yehova, ndiya kuba nguThixo wazo,+ nomkhonzi wam uDavide abe sisikhulu phakathi kwazo.+ Mna, Yehova, ndithethile. Luka 1:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 Yena uya kuba mkhulu,+ abizwe ngokuba nguNyana wOyena Uphakamileyo;+ yaye uYehova uThixo uya kumnika itrone+ kaDavide uyise,+ Yohane 12:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 Ngoko ke isihlwele samphendula sathi: “Seva eMthethweni ukuba uKRISTU uhlala ngonaphakade;+ yaye kwenzeka njani na ukuba uthi uNyana womntu umele aphakanyiswe?+ Ngubani na lo Nyana womntu?”+
24 Nam, mna Yehova, ndiya kuba nguThixo wazo,+ nomkhonzi wam uDavide abe sisikhulu phakathi kwazo.+ Mna, Yehova, ndithethile.
32 Yena uya kuba mkhulu,+ abizwe ngokuba nguNyana wOyena Uphakamileyo;+ yaye uYehova uThixo uya kumnika itrone+ kaDavide uyise,+
34 Ngoko ke isihlwele samphendula sathi: “Seva eMthethweni ukuba uKRISTU uhlala ngonaphakade;+ yaye kwenzeka njani na ukuba uthi uNyana womntu umele aphakanyiswe?+ Ngubani na lo Nyana womntu?”+