IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 17:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 “Ndiza kuwuphumeza umnqophiso wam ophakathi kwam nawe+ nembewu yakho emva kwakho ngokwezizukulwana zayo, ube ngumnqophiso wexesha elingenammiselo,+ ukuze ndizingqine ndinguThixo kuwe nakwimbewu yakho emva kwakho.+

  • Eksodus 29:45
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 45 Ndiya kuwumisa umnquba wam phakathi koonyana bakaSirayeli, ndibe nguThixo wabo.+

  • Yeremiya 31:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 31 “Ngelo xesha,” utsho uYehova, “ndiya kuba nguThixo kuzo zonke iintsapho zakwaSirayeli; zona ke, ziya kuba ngabantu bam.”+

  • Zekariya 13:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Ngokuqinisekileyo ndiya kuyizisa emlilweni inxalenye yesithathu;+ okunene ndiya kusulungekisa njengokusulungekiswa kwesilivere,+ ndibahlolisise njengokuhlolisiswa kwegolide.+ Yona iya kubiza egameni lam, nam ke ndiza kuyiphendula.+ Ndiza kuthi, ‘Ingabantu bam,’+ nayo ke, iya kuthi, ‘UYehova nguThixo wam.’”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share