IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 9:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 Wathi uYehova kuMoses: “Yolulela isandla sakho+ emazulwini, ukuze kubekho isichotho+ ezweni lonke laseYiputa, ebantwini nakwizilo nakubo bonke utyani basendle ezweni laseYiputa.”

  • Yoshuwa 10:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Yaye kwenzeka ukuba ngoxa babesaba phambi koSirayeli kwaye besethambekeni laseBhete-horon, uYehova waphosa amatye amakhulu+ avela ezulwini phezu kwabo ukuya kufikelela eAzeka, bade bafa. Baninzi ngakumbi abafa ngenxa yamatye esichotho kunabo babulawa ngekrele ngoonyana bakaSirayeli.

  • INdumiso 18:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Ekuqaqambeni okuphambi kwakhe kwaphuma amafu akhe awayedlula,+

      Isichotho namalahle avuthayo omlilo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share