Yoshuwa 11:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 UYehova wathi kuYoshuwa: “Musa ukoyika ngenxa yabo,+ kuba ngomso malunga neli xesha ndiza kubanikela bonke kuSirayeli ukuba ababulale. Amahashe abo niya kuwanqumla imisipha,+ neenqwelo zabo zokulwa niya kuzitshisa ngomlilo.”+ INdumiso 46:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Uphelisa iimfazwe kuse esiphelweni somhlaba.+Waphula isaphetha nomkhonto;+Iinqwelo uzitshisa emlilweni.+
6 UYehova wathi kuYoshuwa: “Musa ukoyika ngenxa yabo,+ kuba ngomso malunga neli xesha ndiza kubanikela bonke kuSirayeli ukuba ababulale. Amahashe abo niya kuwanqumla imisipha,+ neenqwelo zabo zokulwa niya kuzitshisa ngomlilo.”+
9 Uphelisa iimfazwe kuse esiphelweni somhlaba.+Waphula isaphetha nomkhonto;+Iinqwelo uzitshisa emlilweni.+