IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yobhi 34:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Kuba uya kumvuza+ umntu wasemhlabeni ngokwendlela enza ngayo,

      Yaye uya kumbangela umntu afikelwe ngokomendo wakhe.

  • Isaya 14:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Izizwana ziya kumgodusa uSirayeli, zimbuyisele emhlabeni awunikwe nguYehova njengelifa, zize zona zibe zizicaka nezicakakazi zakhe;+ yaye abo bamthimbileyo+ baya kujika babe ngabathinjwa bakhe, kwaye umele abe nobukhosi kwabo babemqweqwedisa emsebenzini.+

  • Mateyu 7:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 kuba ngogwebo enigweba ngalo, niya kugwetywa kwangalo nani;+ nomlinganiselo enilinganisela ngawo, baya kunilinganisela kwangawo nani.+

  • ISityhilelo 18:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Yenzani kuyo njengoko nayo ngokwayo yenzayo,+ nenze kuyo ngokuphindwe kabini, ewe, liphindeni kabini inani lezinto eyazenzayo;+ kwindebe+ eyafaka kuyo umxube yifakeleni ngokuphindwe kabini+ umxube kuyo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share