Isaya 34:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Kumele kuhle inqu+ kunye nabo, namathole eenkomo aziinkunzi kunye nabanamandla;+ yaye ilizwe labo limele lizaliswe ligazi, nothuli lwabo kanye luya kutyetyiswa ngamanqatha.”+ Yeremiya 50:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Wabulaleni onke amathole alo eenkomo aziinkunzi.+ Ngamana zingaya ekuxhelweni.+ Yeha ke wona, kuba ifikile imini yawo, ixesha lokunikelwa kwawo ingqalelo!+
7 Kumele kuhle inqu+ kunye nabo, namathole eenkomo aziinkunzi kunye nabanamandla;+ yaye ilizwe labo limele lizaliswe ligazi, nothuli lwabo kanye luya kutyetyiswa ngamanqatha.”+
27 Wabulaleni onke amathole alo eenkomo aziinkunzi.+ Ngamana zingaya ekuxhelweni.+ Yeha ke wona, kuba ifikile imini yawo, ixesha lokunikelwa kwawo ingqalelo!+