2 Kronike 7:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Kuya kufuneka bathi, ‘Kungenxa yokuba bamshiya uYehova+ uTHIXO wookhokho babo owabakhupha kwilizwe laseYiputa,+ yaye babambelela kwabanye oothixo+ baza baqubuda kubo babakhonza.+ Kungenxa yoko le nto eye wabazisela yonke le ntlekele.’”+ Yeremiya 22:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Yaye baya kuthi: “Kungenxa yokuba bawushiyile umnqophiso kaYehova uThixo wabo+ baza baqalisa ukuqubuda kwabanye oothixo, babakhonza.”’+
22 Kuya kufuneka bathi, ‘Kungenxa yokuba bamshiya uYehova+ uTHIXO wookhokho babo owabakhupha kwilizwe laseYiputa,+ yaye babambelela kwabanye oothixo+ baza baqubuda kubo babakhonza.+ Kungenxa yoko le nto eye wabazisela yonke le ntlekele.’”+
9 Yaye baya kuthi: “Kungenxa yokuba bawushiyile umnqophiso kaYehova uThixo wabo+ baza baqalisa ukuqubuda kwabanye oothixo, babakhonza.”’+