IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 32:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 kude kuthululwe phezu kwethu umoya uvela phezulu,+ yaye intlango iya kuba libhoma, nebhoma libalwe njengehlathi lokwenene.+

  • Yoweli 2:28
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 28 “Kuya kuthi emva koko ndithululele umoya wam+ phezu kwalo lonke uhlobo lwenyama,+ yaye ngokuqinisekileyo baya kuprofeta oonyana benu neentombi zenu.+ Wona ke amadoda enu amadala, aya kuphupha amaphupha. Bona ke abafana benu, baya kubona imibono.

  • Zekariya 12:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 “Ndiza kuthululela phezu kwendlu kaDavide naphezu kwabemi baseYerusalem umoya wobabalo+ nezibongozo,+ kwaye ngokuqinisekileyo baya kukhangela kuLowo bamhlabayo,+ yaye ngokuqinisekileyo baya kumenzela isijwili njengokwenzelwa isijwili konyana okuphela kwakhe; kuya kubakho isijwili esikrakra ngenxa yakhe njengaxa kukho isijwili esikrakra ngenxa yonyana olizibulo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share