Hezekile 39:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Yaye igama lam elingcwele ndiya kulazisa phakathi kwabantu bam amaSirayeli, ndingaliyeki lihlanjelwe kwakhona igama lam elingcwele;+ ukuze zazi iintlanga ukuba ndinguYehova,+ Lowo Ungcwele kwaSirayeli.’+ Hoseya 14:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 “UEfrayim uya kuthi, ‘Ndisenanto yakwenza ngantoni na nezithixo?’+ “Mna ngokuqinisekileyo ndiya kuphendula yaye ndiya kuqhubeka ndimkhangela.+ Ndinjengomthi onabileyo wejunipha.+ Siyafunyanwa kum isiqhamo sakho.” Zekariya 13:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 “Kuya kuthi ke ngaloo mini,” utsho uYehova wemikhosi, “ndiwanqumle amagama ezithixo elizweni,+ zingabi sakhunjulwa kwakhona; kwanabaprofeti+ nomoya wokungcola ndiya kuwudlulisa ungabikho elizweni.+
7 Yaye igama lam elingcwele ndiya kulazisa phakathi kwabantu bam amaSirayeli, ndingaliyeki lihlanjelwe kwakhona igama lam elingcwele;+ ukuze zazi iintlanga ukuba ndinguYehova,+ Lowo Ungcwele kwaSirayeli.’+
8 “UEfrayim uya kuthi, ‘Ndisenanto yakwenza ngantoni na nezithixo?’+ “Mna ngokuqinisekileyo ndiya kuphendula yaye ndiya kuqhubeka ndimkhangela.+ Ndinjengomthi onabileyo wejunipha.+ Siyafunyanwa kum isiqhamo sakho.”
2 “Kuya kuthi ke ngaloo mini,” utsho uYehova wemikhosi, “ndiwanqumle amagama ezithixo elizweni,+ zingabi sakhunjulwa kwakhona; kwanabaprofeti+ nomoya wokungcola ndiya kuwudlulisa ungabikho elizweni.+