Hezekile 7:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Kwaye iliso lam aliyi kuba nosizi ngawe,+ nam andiyi kuba namfesane, kuba ndiya kuzisa iindlela zakho phezu kwakho, nezinto zakho ezicekisekayo ziya kuba phakathi kwakho;+ nazi ukuba ndinguYehova.’+
4 Kwaye iliso lam aliyi kuba nosizi ngawe,+ nam andiyi kuba namfesane, kuba ndiya kuzisa iindlela zakho phezu kwakho, nezinto zakho ezicekisekayo ziya kuba phakathi kwakho;+ nazi ukuba ndinguYehova.’+