Duteronomi 32:46 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 46 waqhubeka wathi kuye: “Wabekeleni iintliziyo zenu onke amazwi endinilumkisa ngawo namhlanje,+ ukuze niwayalele oonyana benu ukuba bakunyamekele ukwenza ngokwamazwi onke alo mthetho.+ 2 Kronike 11:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Emva kwabo kuzo zonke izizwe zakwaSirayeli abo bazinikelayo iintliziyo zabo ekumfuneni uYehova uTHIXO kaSirayeli beza eYerusalem+ ukuza kubingelela+ kuYehova uTHIXO wookhokho babo. IMizekeliso 24:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 Ngoko ndasikhangela, mna; ndachukumiseka entliziyweni;+ ndabona, ndamkela uqeqesho, lokuba:+ Hezekile 40:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Le ndoda yathetha kum yathi: “Nyana womntu,+ bona ngamehlo akho, uve ngeendlebe zakho, ukubekele intliziyo yakho konke oko ndikubonisa kona, ngenxa yokuba uziswe apha ngenjongo yokuba ndikubonise. Xelela indlu kaSirayeli yonk’ into oyibonayo.”+
46 waqhubeka wathi kuye: “Wabekeleni iintliziyo zenu onke amazwi endinilumkisa ngawo namhlanje,+ ukuze niwayalele oonyana benu ukuba bakunyamekele ukwenza ngokwamazwi onke alo mthetho.+
16 Emva kwabo kuzo zonke izizwe zakwaSirayeli abo bazinikelayo iintliziyo zabo ekumfuneni uYehova uTHIXO kaSirayeli beza eYerusalem+ ukuza kubingelela+ kuYehova uTHIXO wookhokho babo.
4 Le ndoda yathetha kum yathi: “Nyana womntu,+ bona ngamehlo akho, uve ngeendlebe zakho, ukubekele intliziyo yakho konke oko ndikubonisa kona, ngenxa yokuba uziswe apha ngenjongo yokuba ndikubonise. Xelela indlu kaSirayeli yonk’ into oyibonayo.”+