IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yeremiya 26:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 “Utsho uYehova ukuthi, ‘Yima entendelezweni yendlu kaYehova,+ kwaye umele uthethe ngokuphathelele zonke izixeko zakwaYuda ezifikayo ukuza kuqubuda endlwini kaYehova, onke amazwi endiya kukuyalela ukuba uwathethe kuzo.+ Unganciphisi lizwi.+

  • Hezekile 43:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 “Wena ke, nyana womntu, yazisa indlu kaSirayeli ngeNdlu le,+ ukuze bazive bethotyiwe ngenxa yeziphoso zabo,+ yaye bamele balinganise umfanekiselo.

  • IZenzo 20:27
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 27 kuba andinifihlelanga nto, ndinixelele lonke icebo+ likaThixo.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share