IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 13:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 “Bhombolozani,+ kuba imini kaYehova isondele!+ Iya kuza njengokuphanga ivela kuSomandla.+

  • Yoweli 2:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 “Vuthelani isigodlo eZiyon,+ nihlabe umkhosi+ entabeni yam engcwele.+ Bonke abemi belizwe mabaphazamiseke;+ kuba imini kaYehova iyeza,+ kuba ikufuphi!

  • Zefaniya 1:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Yithi cwaka phambi kweNkosi enguMongami uYehova;+ kuba imini kaYehova ikufuphi,+ kuba uYehova uwulungisile umbingelelo;+ ubangcwalisile+ abamenyiweyo bakhe.

  • Zefaniya 1:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 “Imini enkulu+ kaYehova ikufuphi.+ Ikufuphi, yaye ikhawuleza kakhulu.+ Isandi semini kaYehova sikrakra.+ Apho nendoda enamandla iyakhala.+

  • Zefaniya 2:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Ngaphambi kokuba ummiselo uzale nantoni na,+ ngaphambi kokuba loo mini idlule kanye njengomququ, ngaphambi kokuba umsindo kaYehova ovuthayo unifikele,+ ngaphambi kokuba inifikele imini yomsindo kaYehova,+

  • 2 Petros 3:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Ke yona imini kaYehova+ iya kuza njengesela,+ ekuya kuthi ngayo amazulu adlule+ eqhuqhumba,+ neziqalelo ezishushu kakhulu zichithakale,+ uze wona umhlaba,+ nemisebenzi ekuwo, ibhencwe.+

  • ISityhilelo 6:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 ngenxa yokuba ifikile imini enkulu+ yengqumbo yabo,+ ngubani na onako ukuma?”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share