Isaya 66:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 “Ngokuqinisekileyo kuya kuthi ke ukususela ekuthwaseni kwenyanga ukusa ekuthwaseni kwenyanga nokususela kwisabatha ukusa kwisabatha inyama yonke ifike ukuze iqubude phambi kwam,”+ utsho uYehova.
23 “Ngokuqinisekileyo kuya kuthi ke ukususela ekuthwaseni kwenyanga ukusa ekuthwaseni kwenyanga nokususela kwisabatha ukusa kwisabatha inyama yonke ifike ukuze iqubude phambi kwam,”+ utsho uYehova.