IZililo 4:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Isiphoso sakho, ntombi yaseZiyon, sifikelele esiphelweni saso.+ Akayi kukuthabathela ekuthinjweni kwakhona.+Uphethulele ingqalelo yakhe kwisiphoso sakho, ntombi yakwaEdom. Uzityhilile izono zakho.+ Hezekile 5:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Uya kwandula ke uphele+ umsindo wam,+ ndibuthomalalise ubushushu bam kubo ndize ndizithuthuzele;+ kuya kufuneka ke bazi ukuba mna, Yehova, ndithethile ngokuzingisa ekufuneni uzinikelo olupheleleyo,+ xa ndiwuphelelisa kubo umsindo wam.
22 Isiphoso sakho, ntombi yaseZiyon, sifikelele esiphelweni saso.+ Akayi kukuthabathela ekuthinjweni kwakhona.+Uphethulele ingqalelo yakhe kwisiphoso sakho, ntombi yakwaEdom. Uzityhilile izono zakho.+
13 Uya kwandula ke uphele+ umsindo wam,+ ndibuthomalalise ubushushu bam kubo ndize ndizithuthuzele;+ kuya kufuneka ke bazi ukuba mna, Yehova, ndithethile ngokuzingisa ekufuneni uzinikelo olupheleleyo,+ xa ndiwuphelelisa kubo umsindo wam.