Yeremiya 3:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Wathi uYehova kum ngemihla kaYosiya ukumkani:+ “‘Ukubonile na oko kwenziwe nguSirayeli ongathembekanga?+ Unyukela kuzo zonke iintaba eziphakamileyo+ naphantsi kwemithi yonke enabileyo,+ ukuze abe ngunongogo apho.+ Hoseya 4:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Babingelela phezu kweentaba,+ naphezu kweenduli baqhumisa umbingelelo,+ phantsi komthi oxandileyo nomthi westorakisi nomthi omkhulu, ngenxa yokuba ulungile umthunzi wawo.+ Kungenxa yoko le nto iintombi zenu zihenyuza noomolokazana benu bekrexeza.
6 Wathi uYehova kum ngemihla kaYosiya ukumkani:+ “‘Ukubonile na oko kwenziwe nguSirayeli ongathembekanga?+ Unyukela kuzo zonke iintaba eziphakamileyo+ naphantsi kwemithi yonke enabileyo,+ ukuze abe ngunongogo apho.+
13 Babingelela phezu kweentaba,+ naphezu kweenduli baqhumisa umbingelelo,+ phantsi komthi oxandileyo nomthi westorakisi nomthi omkhulu, ngenxa yokuba ulungile umthunzi wawo.+ Kungenxa yoko le nto iintombi zenu zihenyuza noomolokazana benu bekrexeza.