Yoshuwa 15:62 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 62 neNibheshan nesiXeko seTyuwa ne-En-gedi;+ izixeko ezithandathu nemizi yazo. 2 Kronike 20:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Ngoko abantu beza kuxelela uYehoshafati, besithi: “Kuza kuwe isihlwele esikhulu kummandla wolwandle, sivela kwaEdom;+ yaye apho siseHatsatson-tamare, oko kukuthi, e-En-gedi.”+
2 Ngoko abantu beza kuxelela uYehoshafati, besithi: “Kuza kuwe isihlwele esikhulu kummandla wolwandle, sivela kwaEdom;+ yaye apho siseHatsatson-tamare, oko kukuthi, e-En-gedi.”+