IMizekeliso 16:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 Iqashiso liphoswa esondweni lengubo,+ kodwa sonke isigqibo sivela kuYehova.+ Hezekile 48:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 “Lilo eli ilizwe enifanele niliwisele izizwe zakwaSirayeli+ ngeqashiso ukuba libe lilifa, yaye ezi ziya kuba zizabelo zazo,”+ itsho iNkosi enguMongami uYehova.
29 “Lilo eli ilizwe enifanele niliwisele izizwe zakwaSirayeli+ ngeqashiso ukuba libe lilifa, yaye ezi ziya kuba zizabelo zazo,”+ itsho iNkosi enguMongami uYehova.