2 Kumkani 24:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ukumkani waseYiputa akazange+ aphume kwakhona kwilizwe lakhe,+ kuba ukumkani waseBhabhiloni wayekuthabathe konke oko kwakukokukakumkani waseYiputa+ ukususela kwintlambo+ yaseYiputa ukuya kufikelela kuMlambo umEfrate.+ Hezekile 48:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Nasemdeni wakwaGadi, ukusa kumda wasemzantsi, kuya kuba ngasemzantsi; yaye umda umele usuke kwaTamare+ ukusa emanzini aseMeribhati-kadeshe,+ ukusa entlanjeni,+ ukuya kufikelela kuLwandle Olukhulu.+
7 Ukumkani waseYiputa akazange+ aphume kwakhona kwilizwe lakhe,+ kuba ukumkani waseBhabhiloni wayekuthabathe konke oko kwakukokukakumkani waseYiputa+ ukususela kwintlambo+ yaseYiputa ukuya kufikelela kuMlambo umEfrate.+
28 Nasemdeni wakwaGadi, ukusa kumda wasemzantsi, kuya kuba ngasemzantsi; yaye umda umele usuke kwaTamare+ ukusa emanzini aseMeribhati-kadeshe,+ ukusa entlanjeni,+ ukuya kufikelela kuLwandle Olukhulu.+