Yeremiya 3:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ngelo xesha baya kuyibiza iYerusalem ngokuba yitrone kaYehova;+ yaye zonke iintlanga zimele zibuthelwe ndawonye+ kuyo egameni likaYehova eYerusalem,+ zingabi salandela ubulukhuni bentliziyo yazo embi.”+ Yoweli 3:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Ndiya kuligqala njengelimsulwa igazi labo endingazange ndiligqale limsulwa;+ noYehova uya kube ehlala eZiyon.”+ Zekariya 2:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 “Danduluka kakhulu ube nemihlali, ntombi yaseZiyon;+ kuba yabona, ndiyeza,+ kwaye ndiza kuhlala phakathi kwakho,”+ utsho uYehova.
17 Ngelo xesha baya kuyibiza iYerusalem ngokuba yitrone kaYehova;+ yaye zonke iintlanga zimele zibuthelwe ndawonye+ kuyo egameni likaYehova eYerusalem,+ zingabi salandela ubulukhuni bentliziyo yazo embi.”+
21 Ndiya kuligqala njengelimsulwa igazi labo endingazange ndiligqale limsulwa;+ noYehova uya kube ehlala eZiyon.”+
10 “Danduluka kakhulu ube nemihlali, ntombi yaseZiyon;+ kuba yabona, ndiyeza,+ kwaye ndiza kuhlala phakathi kwakho,”+ utsho uYehova.