IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 2:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Kuya kuthi ke ekupheleni kwemihla+ intaba yendlu+ kaYehova imiselwe ngokuqinileyo encotsheni yeentaba,+ ize ngokuqinisekileyo ivelele ngaphezu kweenduli;+ kwaye ziya kuba ngumsinga ukuya kuyo zonke iintlanga.+

  • Isaya 60:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Yaye ngokuqinisekileyo iintlanga ziya kuya ekukhanyeni kwakho,+ nookumkani+ ekuqaqambeni kokukhanyisa kwakho.+

  • Mika 4:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Ngokuqinisekileyo iintlanga ezininzi ziya kuhamba zize zithi: “Yizani,+ masinyuke siye entabeni kaYehova nasendlwini kaTHIXO kaYakobi;+ yaye uya kusiyalela ngeendlela zakhe,+ kwaye siza kuhamba emendweni wakhe.”+ Kuba kuya kuphuma umthetho eZiyon, nelizwi likaYehova eYerusalem.+

  • Zekariya 2:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 “Iintlanga ezininzi ngokuqinisekileyo ziya kuzihlanganisa noYehova ngaloo mini,+ yaye okunene ziya kuba ngabantu bam;+ nam ndiza kuhlala phakathi kwakho.” Kuya kufuneka ke wazi ukuba uYehova wemikosi undithumile kuwe.+

  • Zekariya 8:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 “Utsho uYehova wemikhosi ukuthi, ‘Ngezo mini ke amadoda alishumi aphuma kuzo zonke iilwimi zeentlanga+ aya kubamba,+ ewe, okunene aya kubamba isondo lendoda engumYuda,+ esithi: “Siza kuhamba nani,+ kuba sivile ukuba uThixo unani.”’”+

  • ISityhilelo 7:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Emva koko, khangela! ndabona naso isihlwele+ esikhulu, ekungekho mntu wakwaziyo ukusibala, siphuma kuzo zonke iintlanga+ nezizwe nezizwana+ neelwimi,+ simi phambi kwetrone+ naphambi kweMvana, sambethe imiwunduzo+ emhlophe; yaye kwakukho amasebe+ esundu ezandleni zaso.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share