Genesis 15:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Emva kwezi zinto kwafika ilizwi likaYehova kuAbram embonweni,+ lisithi: “Musa ukoyika,+ Abram. Ndilikhaka lakho.+ Umvuzo wakho uya kuba mkhulu kakhulu.”+ Numeri 12:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Waqhubeka wathi: “Khanive amazwi am. Ukuba nithe nanomprofeti kaYehova, ndozazisa kuye ngombono.+ Ndithethe kuye ephupheni.+ Daniyeli 8:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ngonyaka wesithathu wobukumkani bukaBheleshatsare+ ukumkani, kwabonakala kum umbono, mna kanye, Daniyeli, emva kwalowo wabonakalayo kum ekuqaleni.+
15 Emva kwezi zinto kwafika ilizwi likaYehova kuAbram embonweni,+ lisithi: “Musa ukoyika,+ Abram. Ndilikhaka lakho.+ Umvuzo wakho uya kuba mkhulu kakhulu.”+
6 Waqhubeka wathi: “Khanive amazwi am. Ukuba nithe nanomprofeti kaYehova, ndozazisa kuye ngombono.+ Ndithethe kuye ephupheni.+
8 Ngonyaka wesithathu wobukumkani bukaBheleshatsare+ ukumkani, kwabonakala kum umbono, mna kanye, Daniyeli, emva kwalowo wabonakalayo kum ekuqaleni.+