IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Kumkani 21:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Ngoko amadoda esixeko sakhe, amadoda amakhulu nezidwangube ezazihlala esixekweni sakhe, enza kanye njengoko uIzebhele wayewathumelele, kanye njengoko kwakubhaliwe ezincwadini awayewathumelele zona.+

  • INdumiso 74:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  9 Imiqondiso yethu asiyibonanga; akusekho mprofeti,+

      Kuthi akukho bani waziyo ukuba kuya kude kube nini na.

  • Yeremiya 18:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Yaye bathi: “Yizani, madoda, masicinge iingcamango nxamnye noYeremiya,+ kuba umthetho awuyi kutshabalala kumbingeleli+ okanye icebo kwisilumko okanye ilizwi kumprofeti.+ Yizani size simbethe ngolwimi,+ kwaye singanikeli ngqalelo kuwo nawaphi na amazwi akhe.”

  • IZililo 2:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  9 Amasango ayo+ atshone emhlabeni. Uyitshabalalisile waza wayiqhekeza imivalo yayo.

      Ukumkani wayo neenkosana zayo ziphakathi kweentlanga.+ Akukho mthetho.+

      Nabaprofeti bayo abafumananga mbono uvela kuYehova.+

  • Hezekile 20:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 “Nyana womntu, thetha namadoda akhulileyo akwaSirayeli, uthi kuwo, ‘Itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi: “Nizele ukuza kubuzisa kum na?+ ‘Ndiphila nje, andizi kubuzwa nini,’+ itsho iNkosi enguMongami uYehova.”’

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share