Duteronomi 32:41 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 41 Ukuba ndithe eneneni ndalilola ikrele lam elimenyezelayo,+Sabambelela elugwebeni isandla sam,+Ndoyibuyisela impindezelo kwiintshaba zam+Ndibabuyekeze abo bandithiye kakhulu.+ 2 Kronike 6:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 kwanga ungeva nawe usemazulwini,+ uze ubagwebe abakhonzi+ bakho ngokuvakalisa lowo ungongendawo ngokubeka indlela yakhe phezu kwentloko yakhe+ nangokuvakalisa lowo ulilungisa+ elilungisa ngokumnika ngokuvisisana nobulungisa bakhe.+ Hezekile 11:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 “‘“Kodwa ke bona abo intliziyo yabo ihamba ngokwezinto zabo ezilizothe nezinto zabo ezicekisekayo,+ ngokuqinisekileyo ndiya kuyizisa indlela yabo entlokweni yabo,” itsho iNkosi enguMongami uYehova.’”+ Hebhere 10:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 Kuba siyamazi lowo wathi: “Impindezelo yeyam; kuya kubuyekeza mna”;+ nowathi kwakhona: “UYehova uya kubagweba abantu bakhe.”+
41 Ukuba ndithe eneneni ndalilola ikrele lam elimenyezelayo,+Sabambelela elugwebeni isandla sam,+Ndoyibuyisela impindezelo kwiintshaba zam+Ndibabuyekeze abo bandithiye kakhulu.+
23 kwanga ungeva nawe usemazulwini,+ uze ubagwebe abakhonzi+ bakho ngokuvakalisa lowo ungongendawo ngokubeka indlela yakhe phezu kwentloko yakhe+ nangokuvakalisa lowo ulilungisa+ elilungisa ngokumnika ngokuvisisana nobulungisa bakhe.+
21 “‘“Kodwa ke bona abo intliziyo yabo ihamba ngokwezinto zabo ezilizothe nezinto zabo ezicekisekayo,+ ngokuqinisekileyo ndiya kuyizisa indlela yabo entlokweni yabo,” itsho iNkosi enguMongami uYehova.’”+
30 Kuba siyamazi lowo wathi: “Impindezelo yeyam; kuya kubuyekeza mna”;+ nowathi kwakhona: “UYehova uya kubagweba abantu bakhe.”+