IMizekeliso 15:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Amehlo kaYehova akuzo zonke iindawo,+ ahlala ekhangele ababi nabalungileyo.+ Hezekile 10:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Nayo yonke inyama yazo nemihlana yazo nezandla zazo namaphiko azo namavili ayezaliswe ngamehlo macala onke.+ Zone zazinamavili azo. Zekariya 4:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kuba ngubani na oyideleleyo imini yezinto ezincinane?+ Kwaye ngokuqinisekileyo baya kuba nemihlali+ baze bayibone ilothe yokulinganisa esandleni sikaZerubhabheli. Ezi zisixhenxe ngamehlo kaYehova.+ Asingasinga emhlabeni wonke.”+
12 Nayo yonke inyama yazo nemihlana yazo nezandla zazo namaphiko azo namavili ayezaliswe ngamehlo macala onke.+ Zone zazinamavili azo.
10 Kuba ngubani na oyideleleyo imini yezinto ezincinane?+ Kwaye ngokuqinisekileyo baya kuba nemihlali+ baze bayibone ilothe yokulinganisa esandleni sikaZerubhabheli. Ezi zisixhenxe ngamehlo kaYehova.+ Asingasinga emhlabeni wonke.”+