Yeremiya 24:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 “Utsho uYehova uTHIXO kaSirayeli ukuthi, ‘Njengala makhiwane alungileyo, ndiya kwenjenjalo ukubagqala abathinjwa bakwaYuda, abo ndiza kubandulula kule ndawo baye kwilizwe lamaKhaledi,+ ngendlela elungileyo.+
5 “Utsho uYehova uTHIXO kaSirayeli ukuthi, ‘Njengala makhiwane alungileyo, ndiya kwenjenjalo ukubagqala abathinjwa bakwaYuda, abo ndiza kubandulula kule ndawo baye kwilizwe lamaKhaledi,+ ngendlela elungileyo.+