IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 5:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 abo bathi: “Mawungxame umsebenzi wakhe; mawuze ngokukhawuleza, ukuze siwubone; necebo laLowo Ungcwele kaSirayeli malisondele lize lifike, ukuze silazi!”+

  • Isaya 28:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Ngenxa yokuba nina nithe: “Senze umnqophiso nokuFa;+ senze umbono+ neShiyol; umkhukula ophuphumayo, ukuba kunokwenzeka udlule, awuyi kufika kuthi, kuba senze ubuxoki baba yindawo yethu+ yokusabela yaye sizifihle ngokuxoka”;+

  • 2 Petros 3:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 baze bathi:+ “Buphi obu bukho bakhe buthenjisiweyo?+ Kuba ukususela ngomhla ookhokho bethu abalala ngawo ekufeni, zonke izinto zisaqhubeka kanye njengasekuqaleni kwendalo.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share