32 “Yabona, ndinxamnye nabaprofeti bamaphupha obuxoki,” utsho uYehova, “abawabalisayo baze babhadulise abantu bam ngobuxoki+ babo nangokuqhayisa kwabo.”+
“Kodwa mna andibathumanga okanye ndibayalele. Ngoko abayi kukhe basizisele ngenelo esi sizwana,”+ utsho uYehova.