Yeremiya 7:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 “Yabonani, nikholosa ngamazwi obuxoki—ngokuqinisekileyo akayi kuba yingenelo konke konke.+ IZililo 2:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Abaprofeti bakho bakubonele izinto ezingento yanto nezinganelisiyo,+Kwaye abasityhilanga isiphoso sakho ukuze ubuye ekuthinjweni,+Kodwa bakubonela izibhengezo ezingento yanto nezilahlekisayo.+ Mateyu 15:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Bayekeni benjalo. Bangabakhokeli abaziimfama. Ukuba ke, imfama ikhokela enye imfama, zombini ziya kweyela emhadini.”+
14 Abaprofeti bakho bakubonele izinto ezingento yanto nezinganelisiyo,+Kwaye abasityhilanga isiphoso sakho ukuze ubuye ekuthinjweni,+Kodwa bakubonela izibhengezo ezingento yanto nezilahlekisayo.+
14 Bayekeni benjalo. Bangabakhokeli abaziimfama. Ukuba ke, imfama ikhokela enye imfama, zombini ziya kweyela emhadini.”+