Hezekile 22:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 “‘Ndafuna ke indoda phakathi kwabo engangciba udonga lwamatye+ nengema ethubeni+ phambi kwam ngenxa yelizwe elo, ukuze mna ndingalonakalisi;+ andifumananga nanye.
30 “‘Ndafuna ke indoda phakathi kwabo engangciba udonga lwamatye+ nengema ethubeni+ phambi kwam ngenxa yelizwe elo, ukuze mna ndingalonakalisi;+ andifumananga nanye.