Isaya 2:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Kuba yimini kaYehova wemikhosi.+ Iphezu kwakhe wonk’ ubani oziphakamisileyo naphezu kwakhe wonk’ ubani onyukileyo okanye othotyiweyo;+ Yoweli 1:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 “Awu ke loo mini;+ ngenxa yokuba ikufuphi imini kaYehova,+ kwaye iya kuza njengokuphanga ivela kuLowo unguSomandla!
12 Kuba yimini kaYehova wemikhosi.+ Iphezu kwakhe wonk’ ubani oziphakamisileyo naphezu kwakhe wonk’ ubani onyukileyo okanye othotyiweyo;+
15 “Awu ke loo mini;+ ngenxa yokuba ikufuphi imini kaYehova,+ kwaye iya kuza njengokuphanga ivela kuLowo unguSomandla!