Yeremiya 23:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Nakubaprofeti baseYerusalem ndibone izinto eziqhiphula umbilini,+ ukukrexeza+ nokuhamba ebuxokini;+ yaye bomeleze izandla zabenzi bobubi ukuze bangabuyi,+ ngamnye ebubini bakhe. Kum bonke baye banjengeSodom,+ nabemi bayo banjengeGomora.”+ Luka 6:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 “Yeha, xa sukuba bonke abantu bethetha kakuhle ngani, kuba izinto ezinjengezi zezo ookhokho babo bazenzayo kubaprofeti bobuxoki.+
14 Nakubaprofeti baseYerusalem ndibone izinto eziqhiphula umbilini,+ ukukrexeza+ nokuhamba ebuxokini;+ yaye bomeleze izandla zabenzi bobubi ukuze bangabuyi,+ ngamnye ebubini bakhe. Kum bonke baye banjengeSodom,+ nabemi bayo banjengeGomora.”+
26 “Yeha, xa sukuba bonke abantu bethetha kakuhle ngani, kuba izinto ezinjengezi zezo ookhokho babo bazenzayo kubaprofeti bobuxoki.+