Duteronomi 18:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Maze kungafunyanwa namnye kuwe udlulisa unyana wakhe okanye intombi yakhe emlilweni,+ novumisayo,+ noqhelisela umlingo,+ nohlaba izihlabo+ nokhafulayo,+ Yeremiya 27:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 “‘“‘Nina ke, musani ukubaphulaphula abaprofeti benu+ nabo benu bavumisayo nabaphuphi benu+ nabo benu abaqhelisela umlingo nabakhafuli benu,+ abathi kuni: “Nina aniyi kumkhonza ukumkani waseBhabhiloni.”+
10 Maze kungafunyanwa namnye kuwe udlulisa unyana wakhe okanye intombi yakhe emlilweni,+ novumisayo,+ noqhelisela umlingo,+ nohlaba izihlabo+ nokhafulayo,+
9 “‘“‘Nina ke, musani ukubaphulaphula abaprofeti benu+ nabo benu bavumisayo nabaphuphi benu+ nabo benu abaqhelisela umlingo nabakhafuli benu,+ abathi kuni: “Nina aniyi kumkhonza ukumkani waseBhabhiloni.”+