Duteronomi 18:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 “Kuba ezi ntlanga uhlutha ilizwe lazo zaziphulaphula abo baqhelisela umlingo+ nabavumisi;+ kodwa wena, akakunikanga nantoni na enjengaleyo uYehova uThixo wakho.+ Isaya 44:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Nditshitshisa imiqondiso yabo bantetho ililize, yaye ndinguLowo uphambanisa abavumisi;+ Lowo ubuyisela abantu abazizilumko emva, naLowo uguqulela kwanolwazi lwazo ekubeni bubudenge;+
14 “Kuba ezi ntlanga uhlutha ilizwe lazo zaziphulaphula abo baqhelisela umlingo+ nabavumisi;+ kodwa wena, akakunikanga nantoni na enjengaleyo uYehova uThixo wakho.+
25 Nditshitshisa imiqondiso yabo bantetho ililize, yaye ndinguLowo uphambanisa abavumisi;+ Lowo ubuyisela abantu abazizilumko emva, naLowo uguqulela kwanolwazi lwazo ekubeni bubudenge;+