Hezekile 8:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Waza wathi kum: “Nyana womntu, nceda, phakamisela amehlo akho kwicala elingasemntla.” Ngoko ndawaphakamisela amehlo kwicala elingasemntla, yaye, khangela! ngasemntla kwesango lesibingelelo kwakukho lo mfuziselo wekhwele+ ekungeneni. Hezekile 37:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Wathi kum: “Nyana womntu, angabuyela na ebomini la mathambo?” Ndathi ke mna: “Nkosi enguMongami Yehova, kwazi wena.”+
5 Waza wathi kum: “Nyana womntu, nceda, phakamisela amehlo akho kwicala elingasemntla.” Ngoko ndawaphakamisela amehlo kwicala elingasemntla, yaye, khangela! ngasemntla kwesango lesibingelelo kwakukho lo mfuziselo wekhwele+ ekungeneni.
3 Wathi kum: “Nyana womntu, angabuyela na ebomini la mathambo?” Ndathi ke mna: “Nkosi enguMongami Yehova, kwazi wena.”+