-
Yobhi 42:8INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
8 Ngoko ke zithabatheleni iinkunzi zeenkomo ezisixhenxe neenkunzi zeegusha ezisixhenxe+ niye kumkhonzi wam uYobhi,+ nize ninikele umbingelelo otshiswayo; yaye umkhonzi wam uYobhi uya kunithandazela.+ Bubuso bakhe kuphela endiya kubamkela ukuze ndingenzi ubudenge obulihlazo kuni, kuba anithethanga okuyinyaniso ngam, njengokuba enzile umkhonzi wam uYobhi.”+
-