Yobhi 42:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Kwathi emva kokuba uYehova ewathethile la mazwi kuYobhi, uYehova wathi kuElifazi umTeman: “Umsindo wam uyavutha kuwe namaqabane akho amabini,+ kuba anithethanga inyaniso+ ngam njengomkhonzi wam uYobhi. IMizekeliso 6:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 ngamehlo aziphakamisayo,+ lulwimi oluxokayo,+ nezandla eziphalaza igazi elimsulwa,+
7 Kwathi emva kokuba uYehova ewathethile la mazwi kuYobhi, uYehova wathi kuElifazi umTeman: “Umsindo wam uyavutha kuwe namaqabane akho amabini,+ kuba anithethanga inyaniso+ ngam njengomkhonzi wam uYobhi.