Hezekile 24:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 UHezekile ke uye waba ngumhlola kuni.+ Ngako konke akwenzileyo, niya kwenjenjalo. Xa kusenzeka oku,+ niya kwazi ukuba ndiyiNkosi enguMongami uYehova.’”’”+
24 UHezekile ke uye waba ngumhlola kuni.+ Ngako konke akwenzileyo, niya kwenjenjalo. Xa kusenzeka oku,+ niya kwazi ukuba ndiyiNkosi enguMongami uYehova.’”’”+