IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 7:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Yaye ngokuqinisekileyo uya kukuthanda, akusikelele,+ akwandise,+ asikelele nesiqhamo sesisu sakho+ nesiqhamo somhlaba wakho,+ ukudla kwakho okuziinkozo newayini yakho entsha neoli yakho, ithole lenkomo yakho elilithokazi nenzala yomhlambi wakho weegusha,+ emhlabeni lowo wawufungela ookhokho bakho ukuba wokunika.+

  • Yeremiya 41:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Kodwa kwafumaneka amadoda alishumi phakathi kwawo, awathi ngoko nangoko kuIshmayeli: “Musa ukusibulala, kuba sinobuncwane obufihliweyo endle, ingqolowa nerhasi neoli nobusi.”+ Ngoko wawayeka, akawabulala phakathi kwabazalwana bawo.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share