2 Kumkani 22:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 ngenxa yokuba beye bandishiya baza baqhumisa umbingelelo kwabanye oothixo+ ukuze bandicaphukise ngawo wonke umsebenzi wezandla zabo,+ yaye umsindo wam uyavutha nxamnye nale ndawo kwaye awuyi kucinywa.’”’+ Yeremiya 7:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ninganako na ukuba,+ ukubulala+ nokukrexeza+ nokufunga ngobuxoki+ nokuqhumisa umbingelelo kuBhahali+ nokulandela abanye oothixo enaningabazi,+
17 ngenxa yokuba beye bandishiya baza baqhumisa umbingelelo kwabanye oothixo+ ukuze bandicaphukise ngawo wonke umsebenzi wezandla zabo,+ yaye umsindo wam uyavutha nxamnye nale ndawo kwaye awuyi kucinywa.’”’+
9 Ninganako na ukuba,+ ukubulala+ nokukrexeza+ nokufunga ngobuxoki+ nokuqhumisa umbingelelo kuBhahali+ nokulandela abanye oothixo enaningabazi,+