Isaya 57:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Isikhumbuzo sakho wasibeka emva kocango nomgubasi.+ Kuba wathi ungaphandle kwam wazityhila waza wenyuka; wawenza banzi umandlalo wakho.+ Kwaye wena wazenzela umnqophiso kunye nabo. Wathanda umandlalo kunye nabo.+ Wabona ilungu lobudoda. Hezekile 23:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Wayekhanuka ngokwezimbo zamashweshwe lawo alungu lenyama linjengelungu lenyama le-esile eliliduna nelungu lenzala linjengelungu lenzala leenkunzi zamahashe.+
8 Isikhumbuzo sakho wasibeka emva kocango nomgubasi.+ Kuba wathi ungaphandle kwam wazityhila waza wenyuka; wawenza banzi umandlalo wakho.+ Kwaye wena wazenzela umnqophiso kunye nabo. Wathanda umandlalo kunye nabo.+ Wabona ilungu lobudoda.
20 Wayekhanuka ngokwezimbo zamashweshwe lawo alungu lenyama linjengelungu lenyama le-esile eliliduna nelungu lenzala linjengelungu lenzala leenkunzi zamahashe.+