Isaya 56:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ewe, bazizinja ezomeleleyo koko kunqwenelwa ngumphefumlo wazo;+ abakwazi ukwaneliseka.+ Bangabalusi abangakwaziyo ukuqonda.+ Bonke bajike baya endleleni yabo, ngamnye ngenxa yenzuzo yokungekho sikweni emdeni wakhe:+
11 Ewe, bazizinja ezomeleleyo koko kunqwenelwa ngumphefumlo wazo;+ abakwazi ukwaneliseka.+ Bangabalusi abangakwaziyo ukuqonda.+ Bonke bajike baya endleleni yabo, ngamnye ngenxa yenzuzo yokungekho sikweni emdeni wakhe:+