2 Kumkani 24:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Onke ke amadoda angamakroti, amawaka asixhenxe, neengcibi nabakhi bodonga lokukhusela, iwaka, onke amadoda anamandla okulwa imfazwe, ukumkani waseBhabhiloni wabazisa eBhabhiloni njengabantu abathinjiweyo.+ Yeremiya 22:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Yaye ndiza kukunikela esandleni sabo bafuna umphefumlo wakho+ nasesandleni sabo uboyikayo nasesandleni sikaNebhukaderetsare ukumkani waseBhabhiloni nasesandleni samaKhaledi.+
16 Onke ke amadoda angamakroti, amawaka asixhenxe, neengcibi nabakhi bodonga lokukhusela, iwaka, onke amadoda anamandla okulwa imfazwe, ukumkani waseBhabhiloni wabazisa eBhabhiloni njengabantu abathinjiweyo.+
25 Yaye ndiza kukunikela esandleni sabo bafuna umphefumlo wakho+ nasesandleni sabo uboyikayo nasesandleni sikaNebhukaderetsare ukumkani waseBhabhiloni nasesandleni samaKhaledi.+