IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kumkani 24:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Ngaloo ndlela uYehoyakin+ wamthabathela ekuthinjweni eBhabhiloni;+ nonina kakumkani+ nabafazi bakakumkani namagosa akhe enkundla+ namadoda abalaseleyo elizwe wabaqhuba njengabantu abathinjiweyo ukusuka eYerusalem ukuya eBhabhiloni.

  • Yeremiya 21:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 “‘“Emva koko,” utsho uYehova, “ndiya kumnikela uZedekiya ukumkani wakwaYuda nabakhonzi nabantu nabo baseleyo kwesi sixeko kwindyikitya yokufa, ekreleni nasendlaleni, esandleni sikaNebhukaderetsare ukumkani waseBhabhiloni, nasesandleni seentshaba zabo nasesandleni sabo bafuna umphefumlo wabo, yaye ngokuqinisekileyo uya kubaxabela ngohlangothi lwekrele.+ Akayi kuba nosizi ngabo, engayi kubonisa mfesane okanye abe nayo nayiphi na inceba.”’+

  • Yeremiya 34:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 ewe, ndiza kubanikela esandleni seentshaba zabo nasesandleni sabo bafuna umphefumlo wabo;+ kwaye izidumbu zabo ziya kuba kukudla kwezidalwa eziphaphazelayo zamazulu nezamarhamncwa omhlaba.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share